Nonwabe Emtshatweni APK

1+ votes, 5.00/5

... [readmore]


⇣ Download APK ()

This is an original APK file direct fetch from google play. It is safe to download and free of any virus.

Version 170.0
Update
Size
Category Lifestyle
Developer Applications Android
Downloads ↓ 0
⇣ Download on Google play ()

This is an original APK file direct fetch from google play. It is safe to download and free of any virus.

File Infos

License type Free
Version 170.0
Size
Requirement 3.2 and up
Type app
Category Lifestyle
Package name: com.south_africa_z_casamento_feliz.south_africa_z_casamento_feliz
Slogan:

Screenshots (4 images)

Nonwabe Emtshatweni screenshot 1 Nonwabe Emtshatweni screenshot 2 Nonwabe Emtshatweni screenshot 3 Nonwabe Emtshatweni screenshot 4

About Nonwabe Emtshatweni APK

Nonwabe Emtshatweni poster
Nonwabe Emtshatweni APK version 170.0 poster

Latest update [menu]


Version 170.0 updated.

Description [menu]


Ukuze umtshato uhlale uhleli, isibini esitshatileyo simele sibe nembono efanelekileyo ngokuzibophelela. Kwiincwadi nakwimifanekiso eshukumayo, umtshato udla ngokuba nesiphelo esihle esinqwenelwayo ngabantu. Kodwa, kubomi bokwenene, umtshato awusosiphelo; usisiqalo - isiqalo sento uYehova ayiyilele ukuba ihlale ihleli. (Genesis 2:24) Okulusizi kukuba, abantu abaninzi kwihlabathi lanamhlanje ababoni njalo. Kwezinye iindawo, abantu bachaza umtshato njengokuzibophelela ngeqhina. Basenokuba abayiqondi kakuhle indlela lo mzekeliso oyichaza ngayo imbono yabantu abaninzi ngomtshato. Njani? Ngoxa iqhina elibotshwe kakuhle lifanele liyiqinise into ixesha elide kangangoko kufuneka, enye into ngeqhina kukuba linokuqhinwa lula lize likhululwe lula.
Abaninzi namhlanje bawujonga umtshato njengento yexeshana. Bayawungxamela kuba becinga ukuba uza kwanelisa iimfuno zabo, kodwa ke bekwalindele nokuwubaleka xa kuvela iingxaki. Noko ke, khumbula ukuba umzekeliso osetyenziswa yiBhayibhile wona uthi umtshato ufana nentambo. Iintambo ezisetyenziswa kwiinqanawa zenziwa ngohlobo lokuba zihlale zihleli, zingaze zicazululeke, kwanaxa kukho uqhwithela olunamandla. Ngendlela efanayo, umtshato wenzelwe ukuba uhlale uhleli. Khumbula amazwi kaYesu athi: “Oko uThixo akubophelele ngedyokhwe ndawonye makungahlukaniswa mntu.” (Mateyu 19:6) Ukuba uyatshata, ufanele ube nembono efanayo ngomtshato. Ngaba loo nto iwenza ube luxanduva umtshato? Nakanye. To umtshato stay sitting, twenty esitshatileyo represents a view of the best commitment. Kwiincwadi nakwimifanekiso gesticulating, umtshato good eats for the conclusion of esinqwenelwayo people. But, Bomi bokwenene, umtshato awusosiphelo; beginning-the start of something Yahweh ordered to remain intact. (Genesis 2:24) more useful it is, people are not kwihlabathi Today do so. In some areas, people describe umtshato njengokuzibophelela ngeqhina. Basenokuba understand well how this parable describes consult ngomtshato water. How? Ngoxa braid prisoners well should bolster a long time kangangoko is required, it is one thing ngeqhina approval linokuqhinwa easy until the release easier.
Water today Jong umtshato as yexeshana. Bayawungxamela is searching to come to satisfying their requirements, but bekwalindele nokuwubaleka xa from iingxaki. However, remember that in the parable of the use wis umtshato like cord. Ropes used kwiinqanawa are made in the form of recline their stay, they may zicazululeke, kwanaxa uqhwithela strong. In the same way, umtshato is designed to stay seated. Remember the words of kaYesu said: "Then God ngedyokhwe together let's commitment over." (Mateyu 19: 6) leavened,, you have to view the same ngomtshato. I had the thunder thing making luxanduva umtshato? Once.

How to install Nonwabe Emtshatweni APK for Android [menu]


Download Nonwabe Emtshatweni APK file from SameAPK.com, then follow these steps:

Update Phone Settings

  • Go to your phone Settings page
  • Tap Security or Applications (varies with device)
  • Check the Unknown Sources box
  • Confirm with OK

Go to Downloads

  • Open Downloads on your device by going to My Files or Files
  • Tap Install when prompted, the APK file you downloaded will be installed on your device.

How to install Nonwabe Emtshatweni APK on Windows 7/8/10 or MAC PC? [menu]


Download Nonwabe Emtshatweni APK file from SameAPK.com to your PC (ex: /Users/xxx/Downloads/), then follow these steps:

Using Emulator:

  • Download And Install one Emulator Softwares (Ex: Bluestacks, GenyMotion, NoxPlayer)

Similar applications [menu]


New Apps



Comments

No comment Yet.